IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+

  • Duteronomi 11:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile.

  • Roma 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share