Yoshuwa 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 neTselaha,+ iHa-elefe neYebhusi, oko kukuthi, iYerusalem,+ iGibheya+ neKiriyati; izixeko ezilishumi elinesine nemizi yazo. Eli yayililifa loonyana bakaBhenjamin ngokweentsapho zabo.+ ABagwebi 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+
28 neTselaha,+ iHa-elefe neYebhusi, oko kukuthi, iYerusalem,+ iGibheya+ neKiriyati; izixeko ezilishumi elinesine nemizi yazo. Eli yayililifa loonyana bakaBhenjamin ngokweentsapho zabo.+
21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+