Yoshuwa 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nawuphi na umntu owuvukelayo umyalelo wakho+ aze angawaphulaphuli amazwi akho kuyo yonke into omyalela yona uya kubulawa.+ Kuphela yiba nesibindi womelele.”+
18 Nawuphi na umntu owuvukelayo umyalelo wakho+ aze angawaphulaphuli amazwi akho kuyo yonke into omyalela yona uya kubulawa.+ Kuphela yiba nesibindi womelele.”+