Yoshuwa 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye kothi xa iintende zeenyawo zababingeleli abathwele ityeya kaYehova, iNkosi yomhlaba uphela, zisima emanzini aseYordan, amanzi aseYordan aya kunqamka, amanzi ehla phezulu, yaye aya kuma ngxi njengedama elinye.”+
13 Yaye kothi xa iintende zeenyawo zababingeleli abathwele ityeya kaYehova, iNkosi yomhlaba uphela, zisima emanzini aseYordan, amanzi aseYordan aya kunqamka, amanzi ehla phezulu, yaye aya kuma ngxi njengedama elinye.”+