Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ Hebhere 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+