ABagwebi 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye oonyana bakaBhenjamin beva ukuba oonyana bakaSirayeli babeye eMizpa.+ Baza bathi oonyana bakaSirayeli: “Thethani. Yenzeke njani le nto imbi kangaka?”+
3 Kwaye oonyana bakaBhenjamin beva ukuba oonyana bakaSirayeli babeye eMizpa.+ Baza bathi oonyana bakaSirayeli: “Thethani. Yenzeke njani le nto imbi kangaka?”+