Genesis 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kungenxa yoko le nto wayibiza loo ndawo ngokuthi yiBher-shebha,+ kuba kulapho bafungayo bobabini. Genesis 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngoko ke wathi igama lalo yiShibha. Kungenxa yoko le nto igama leso sixeko liyiBher-shebha,+ unanamhla. Yoshuwa 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 neHatsare-shuwali+ neBher-shebha+ neBhiziyotiya,
33 Ngoko ke wathi igama lalo yiShibha. Kungenxa yoko le nto igama leso sixeko liyiBher-shebha,+ unanamhla.