Genesis 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uRakeli: “UThixo undigwebele+ kwaye uye waliphulaphula nelizwi lam, waza wandinika unyana.” Kungenxa yoko le nto wamthiya igama elinguDan.+ Genesis 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”
6 Wathi uRakeli: “UThixo undigwebele+ kwaye uye waliphulaphula nelizwi lam, waza wandinika unyana.” Kungenxa yoko le nto wamthiya igama elinguDan.+
28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”