Eksodus 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ngenyanga yokuqala, ngolokuqala usuku enyangeni leyo,+ uze uwumise umnquba wentente yokuhlangana.+ Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
2 “Ngenyanga yokuqala, ngolokuqala usuku enyangeni leyo,+ uze uwumise umnquba wentente yokuhlangana.+
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+