Genesis 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye mandiniphathele iqhekeza lesonka, ukuze zihlaziyeke iintliziyo zenu.+ Emva koko ningadlula, kuba nize kudlula ngenxa yoko kumkhonzi wenu.” Athi ke wona: “Kulungile. Ungenza kanye njengoko uthethile.”
5 Yaye mandiniphathele iqhekeza lesonka, ukuze zihlaziyeke iintliziyo zenu.+ Emva koko ningadlula, kuba nize kudlula ngenxa yoko kumkhonzi wenu.” Athi ke wona: “Kulungile. Ungenza kanye njengoko uthethile.”