ABagwebi 19:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Koko umninindlu waphuma waya kuwo waza wathi kuwo:+ “Hayi, bazalwana bam,+ musani ukwenza nantoni na embi, ncedani, ekubeni le ndoda ize endlwini yam. Musani ukwenza obu budenge bulihlazo.+
23 Koko umninindlu waphuma waya kuwo waza wathi kuwo:+ “Hayi, bazalwana bam,+ musani ukwenza nantoni na embi, ncedani, ekubeni le ndoda ize endlwini yam. Musani ukwenza obu budenge bulihlazo.+