Genesis 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+ Numeri 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaqala kwanduluka isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yoonyana bakaYuda ngokwemikhosi yabo,+ yaye uNashon+ unyana ka-Aminadabhi wayephezu komkhosi waso. ABagwebi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova wathi: “Kuya kunyuka uYuda.+ Khangela! Ngokuqinisekileyo ndiya kulinikela esandleni sakhe ilizwe.” 1 Kronike 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—
8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+
14 Kwaqala kwanduluka isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yoonyana bakaYuda ngokwemikhosi yabo,+ yaye uNashon+ unyana ka-Aminadabhi wayephezu komkhosi waso.
2 UYehova wathi: “Kuya kunyuka uYuda.+ Khangela! Ngokuqinisekileyo ndiya kulinikela esandleni sakhe ilizwe.”
2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—