ABagwebi 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Baza oonyana bakaSirayeli benyuka baya kulila+ phambi koYehova de kwangokuhlwa baza babuza kuYehova, besithi: “Ndiye na kwakhona edabini nxamnye noonyana bakaBhenjamin umzalwana wam?”+ UYehova wathi: “Nyuka uye kuye.”
23 Baza oonyana bakaSirayeli benyuka baya kulila+ phambi koYehova de kwangokuhlwa baza babuza kuYehova, besithi: “Ndiye na kwakhona edabini nxamnye noonyana bakaBhenjamin umzalwana wam?”+ UYehova wathi: “Nyuka uye kuye.”