Yoshuwa 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye abo babelalele baphakama ngokukhawuleza kwindawo ababekuyo, kwaye baqalisa ukubaleka ekoluleni kwakhe isandla sakhe, baza bangena esixekweni basithimba.+ Baza bakhawuleza basitshisa isixeko.+
19 Yaye abo babelalele baphakama ngokukhawuleza kwindawo ababekuyo, kwaye baqalisa ukubaleka ekoluleni kwakhe isandla sakhe, baza bangena esixekweni basithimba.+ Baza bakhawuleza basitshisa isixeko.+