ABagwebi 20:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Kodwa amadoda angamakhulu amathandathu ajika aza asabela entlango kwingxondorha yaseRimon, yaye aqhubeka ehlala kwingxondorha yaseRimon+ iinyanga ezine. ABagwebi 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye yonke indibano yathumela yaza yathetha noonyana bakaBhenjamin ababekwingxondorha yaseRimon,+ babathembisa uxolo.
47 Kodwa amadoda angamakhulu amathandathu ajika aza asabela entlango kwingxondorha yaseRimon, yaye aqhubeka ehlala kwingxondorha yaseRimon+ iinyanga ezine.
13 Yaye yonke indibano yathumela yaza yathetha noonyana bakaBhenjamin ababekwingxondorha yaseRimon,+ babathembisa uxolo.