ABagwebi 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko amadoda aziintloko zabo bonke abantu nazo zonke izizwe zakwaSirayeli ema ezindaweni zawo ebandleni labantu boTHIXO oyinyaniso,+ amadoda angamawaka angamakhulu amane ahamba ngeenyawo arhola ikrele.+ INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+
2 Ngoko amadoda aziintloko zabo bonke abantu nazo zonke izizwe zakwaSirayeli ema ezindaweni zawo ebandleni labantu boTHIXO oyinyaniso,+ amadoda angamawaka angamakhulu amane ahamba ngeenyawo arhola ikrele.+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+