1 Samuweli 30:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UDavide nabantu awayekunye nabo baliphakamisa ilizwi labo baza balila,+ kwada akwabikho mandla kubo okulila kwakhona. INtshumayeli 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kukho ixesha lokulila+ nexesha lokuhleka;+ kukho ixesha lokwenza isijwili+ nexesha lokudloba;+
4 UDavide nabantu awayekunye nabo baliphakamisa ilizwi labo baza balila,+ kwada akwabikho mandla kubo okulila kwakhona.