Numeri 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku umKanan ukumkani waseAradi,+ owayehleli eNegebhi,+ weva ukuba uSirayeli wayesiza ngendlela yaseAtarim, walwa noSirayeli waza abanye wabathabatha njengabathinjwa.
21 Ke kaloku umKanan ukumkani waseAradi,+ owayehleli eNegebhi,+ weva ukuba uSirayeli wayesiza ngendlela yaseAtarim, walwa noSirayeli waza abanye wabathabatha njengabathinjwa.