Levitikus 26:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ukuba nithe anandiphulaphula, anayenza le miyalelo yonke,+ Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ INdumiso 106:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Abazange bazibhubhise izizwana,+Njengoko uYehova wayetshilo kubo.+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+