ABagwebi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+ Yohane 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYesu wamphendula wathi: “Unge ungenagunya konke konke nxamnye nam ngaphandle kokuba ulinikwe livela phezulu.+ Kungenxa yoko le nto umntu ondinikele kuwe enesono esikhulu ngakumbi.”
14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+
11 UYesu wamphendula wathi: “Unge ungenagunya konke konke nxamnye nam ngaphandle kokuba ulinikwe livela phezulu.+ Kungenxa yoko le nto umntu ondinikele kuwe enesono esikhulu ngakumbi.”