Duteronomi 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+