INdumiso 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngawe siya kuzityhala iintshaba zethu;+Egameni lakho siya kubanyathela abo basivukelayo.+ Isaya 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+ Mika 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+
10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+
10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+