Genesis 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke uYakobi walibiza igama laloo ndawo ngokuthi yiPeniyeli,+ kuba wathi, “Ndimbonile uThixo ubuso ngobuso waza wahlangulwa umphefumlo wam.”+
30 Ngoko ke uYakobi walibiza igama laloo ndawo ngokuthi yiPeniyeli,+ kuba wathi, “Ndimbonile uThixo ubuso ngobuso waza wahlangulwa umphefumlo wam.”+