Yoshuwa 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ababingeleli abasixhenxe bafanele bathwale iimpondo ezisixhenxe zenkunzi yegusha, phambi kweTyeya, yaye ngosuku lwesixhenxe nifanele nijikeleze isixeko izihlandlo ezisixhenxe yaye ababingeleli bafanele bavuthele izigodlo.+ ABagwebi 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela.
4 Yaye ababingeleli abasixhenxe bafanele bathwale iimpondo ezisixhenxe zenkunzi yegusha, phambi kweTyeya, yaye ngosuku lwesixhenxe nifanele nijikeleze isixeko izihlandlo ezisixhenxe yaye ababingeleli bafanele bavuthele izigodlo.+
27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela.