ABagwebi 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UThixo wazinikela ezandleni zenu iinkosana ezimbini zakwaMidiyan uOrebhi noZehebhe,+ yaye yintoni na endiye ndakwazi ukuyenza xa kuthelekiswa nani?” Wandula ke umoya wawo wadamba ngakuye akuthetha eli lizwi.+ INdumiso 83:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke zona izidwangube zabo, ezi zenze zibe njengo-Orebhi noZehebhe,+NanjengoZebha nanjengoTsalmuna zonke iindwalutho zabo,+
3 UThixo wazinikela ezandleni zenu iinkosana ezimbini zakwaMidiyan uOrebhi noZehebhe,+ yaye yintoni na endiye ndakwazi ukuyenza xa kuthelekiswa nani?” Wandula ke umoya wawo wadamba ngakuye akuthetha eli lizwi.+
11 Ke zona izidwangube zabo, ezi zenze zibe njengo-Orebhi noZehebhe,+NanjengoZebha nanjengoTsalmuna zonke iindwalutho zabo,+