21 Ngoko uZebha noTsalmuna bathi: “Sukuma wena uze usihlasele, kuba njengoko injalo indoda, anjalo namandla ayo.”+ Ngako oko uGidiyon wasukuma waza wababulala+ ooZebha noTsalmuna, wazithabatha izihombo ezimilise okwenyanga ezazisezintanyeni zeenkamela zabo.