ABagwebi 8:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye kwathi kamsinya nje akuba efile uGidiyon oonyana bakaSirayeli baba neentlobano zokuziphatha okubi nooBhahali+ kwakhona, kangangokuba bamisela uBhahali-bheriti njengothixo wabo.+
33 Yaye kwathi kamsinya nje akuba efile uGidiyon oonyana bakaSirayeli baba neentlobano zokuziphatha okubi nooBhahali+ kwakhona, kangangokuba bamisela uBhahali-bheriti njengothixo wabo.+