Genesis 40:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Noko ke, intloko yabangcamli ayimkhumbulanga uYosefu, yasuka yamlibala.+ IMizekeliso 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Musa ukwala nokulungileyo kwabo kuselungelweni labo ukukufumana,+ xa kusemandleni esandla sakho ukukwenza.+
27 Musa ukwala nokulungileyo kwabo kuselungelweni labo ukukufumana,+ xa kusemandleni esandla sakho ukukwenza.+