IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 11:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Xa athe uYehova uThixo wakho wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uze uyikhuphele intsikelelo phezu kweNtaba yeGerizim+ nesiqalekiso phezu kweNtaba ye-Ebhali.+

  • Yoshuwa 8:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye wonke uSirayeli namadoda akhe amakhulu+ namagosa nabagwebi bawo babemi ngapha nangapha kweTyeya ngaphambi kwababingeleli,+ abangabaLevi, bethwele ityeya yomnqophiso kaYehova,+ umphambukeli nenzalelwane,+ isiqingatha sabo ngaphambi kweNtaba yeGerizim+ nesinye isiqingatha sabo ngaphambi kweNtaba ye-Ebhali,+ (kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayeyalele,)+ waza waqala wamsikelela+ uSirayeli.

  • Yohane 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ookhokho bethu babenqula kule ntaba;+ kodwa nina nithi iseYerusalem indawo apho abantu bafanele banqule khona.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share