Duteronomi 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+ Yoshuwa 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathi uYehova kuYoshuwa: “Ungaboyiki,+ kuba ndibanikele esandleni sakho.+ Akukho nanye indoda kubo eya kuma nxamnye nawe.”+
3 Wazi kakuhle ke namhla ukuba uYehova uThixo wakho uwela phambi kwakho.+ Ungumlilo odlayo.+ Uya kubabhubhisa,+ aboyise phambi kwakho; ubahluthe ilizwe labo yaye ubatshabalalise ngokukhawuleza, kanye njengoko ethethile uYehova kuwe.+
8 Wathi uYehova kuYoshuwa: “Ungaboyiki,+ kuba ndibanikele esandleni sakho.+ Akukho nanye indoda kubo eya kuma nxamnye nawe.”+