Genesis 31:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wabaleka ke, wasuka, wawuwela uMlambo,+ yena nako konke awayenako. Emva koko wabubhekisa ubuso bakhe kummandla weentaba waseGiliyadi.+ Numeri 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi uMoses kubo: “Ukuba oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen bathe bawela nani eYordan, ngamnye exhobele imfazwe,+ phambi koYehova, laza loyiswa ilizwe phambi kwenu, nize nibanike ilizwe laseGiliyadi njengelifa.+
21 Wabaleka ke, wasuka, wawuwela uMlambo,+ yena nako konke awayenako. Emva koko wabubhekisa ubuso bakhe kummandla weentaba waseGiliyadi.+
29 Wathi uMoses kubo: “Ukuba oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen bathe bawela nani eYordan, ngamnye exhobele imfazwe,+ phambi koYehova, laza loyiswa ilizwe phambi kwenu, nize nibanike ilizwe laseGiliyadi njengelifa.+