ABagwebi 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke kaloku umoya kaYehova wafika kuYifeta,+ waza wadlula eGiliyadi nakwaManase ukuze adlulele eMizpe yaseGiliyadi,+ yaye ukusuka eMizpe yaseGiliyadi wadlulela koonyana baka-Amoni.
29 Ke kaloku umoya kaYehova wafika kuYifeta,+ waza wadlula eGiliyadi nakwaManase ukuze adlulele eMizpe yaseGiliyadi,+ yaye ukusuka eMizpe yaseGiliyadi wadlulela koonyana baka-Amoni.