ABagwebi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye abantu neenkosana zaseGiliyadi bathi omnye komnye: “Nguwuphi na umntu oya kukhokela ekulweni noonyana baka-Amoni?+ Makabe yintloko yabo bonke abemi baseGiliyadi.”+
18 Yaye abantu neenkosana zaseGiliyadi bathi omnye komnye: “Nguwuphi na umntu oya kukhokela ekulweni noonyana baka-Amoni?+ Makabe yintloko yabo bonke abemi baseGiliyadi.”+