IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+

  • Duteronomi 2:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 uYehova uThixo wethu wamnikela kuthi,+ samoyisa+ yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke.

  • Yoshuwa 13:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Waza uMoses wasinika isipho isizwe soonyana bakaRubhen ngokweentsapho zaso,

  • Yoshuwa 13:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 nazo zonke izixeko ezikumhlaba othe thabalala+ nawo wonke ummandla wobukhosi bukaSihon ukumkani wama-Amori, owayelawula eHeshbhon,+ nalowo uMoses wamxabelayo,+ kunye nezikhulu zakwaMidiyan, uEvi noRekem noTsure noHure noRebha,+ iindwalutho zikaSihon, ezazihlala kwelo lizwe.

  • INdumiso 135:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 KwanoSihon ukumkani wama-Amori+

      No-Ogi ukumkani waseBhashan+

      Nazo zonke izikumkani zakwaKanan,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share