ABagwebi 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Waza uYifeta wenza isibhambathiso+ kuYehova wathi: “Ukuba uyabanikela oonyana baka-Amoni esandleni sam, ABagwebi 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kuya kuthi lowo uphumayo, ophuma ngeengcango zendlu yam eze kundihlangabeza xa ndibuya koonyana baka-Amoni ndiseluxolweni,+ abe ngokaYehova,+ yaye lowo ndiya kumnikela njengomnikelo otshiswayo.”+ Efese 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bantwana, bathobeleni abazali benu+ ngokumanyene+ neNkosi, kuba oku kububulungisa:+ Kolose 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nina bantwana, bathobeleni+ abazali benu ezintweni zonke, kuba oko kukholekile eNkosini.
30 Waza uYifeta wenza isibhambathiso+ kuYehova wathi: “Ukuba uyabanikela oonyana baka-Amoni esandleni sam,
31 kuya kuthi lowo uphumayo, ophuma ngeengcango zendlu yam eze kundihlangabeza xa ndibuya koonyana baka-Amoni ndiseluxolweni,+ abe ngokaYehova,+ yaye lowo ndiya kumnikela njengomnikelo otshiswayo.”+