IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku uSarayi, umfazi ka-Abram, akamzalelanga bantwana;+ kodwa wayenesicakakazi esingumYiputa esigama linguHagare.+

  • Genesis 25:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kwaye uIsake wahlala embongoza uYehova ngokukodwa mayela nomfazi wakhe,+ kuba wayeludlolo;+ ngoko uYehova wasabela kwezo zibongozo zakhe,+ waza uRebheka umfazi wakhe wamitha.

  • Luka 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa babengenamntwana, ngenxa yokuba uElizabhete wayeludlolo,+ kwaye kubo bobabini yayisele ihambile iminyaka.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share