INtshumayeli 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kulunge ngakumbi ukuphela kombandela kunokuqalwa kwawo.+ Ulunge ngakumbi onomonde kunalowo unomoya onekratshi.+ Mika 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukuba nemihlali ngam, mfazindini olutshaba lwam.+ Nangona ndiwile, ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka;+ nangona ndihlala ebumnyameni,+ uYehova uya kuba kukukhanya kwam.+
8 Kulunge ngakumbi ukuphela kombandela kunokuqalwa kwawo.+ Ulunge ngakumbi onomonde kunalowo unomoya onekratshi.+
8 Musa ukuba nemihlali ngam, mfazindini olutshaba lwam.+ Nangona ndiwile, ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka;+ nangona ndihlala ebumnyameni,+ uYehova uya kuba kukukhanya kwam.+