Genesis 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+ Genesis 24:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 Baza ke bamsikelela uRebheka besithi kuye: “Owu, dade wethu, ngamana ungaba ngamawaka aphindwe kalishumi lamawaka, nembewu yakho ilidle ilifa isango labo bayithiyayo.”+
17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+
60 Baza ke bamsikelela uRebheka besithi kuye: “Owu, dade wethu, ngamana ungaba ngamawaka aphindwe kalishumi lamawaka, nembewu yakho ilidle ilifa isango labo bayithiyayo.”+