ABagwebi 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko uDelila wathabatha iintsontelo ezintsha waza wambopha ngazo wathi kuye: “AmaFilisti aphezu kwakho, Samson!” Ngalo lonke elo xesha abo babelalele babehleli kwigumbi langaphakathi.+ Waza waziqhawula kubini ezingalweni zakhe njengomsonto.+
12 Ngoko uDelila wathabatha iintsontelo ezintsha waza wambopha ngazo wathi kuye: “AmaFilisti aphezu kwakho, Samson!” Ngalo lonke elo xesha abo babelalele babehleli kwigumbi langaphakathi.+ Waza waziqhawula kubini ezingalweni zakhe njengomsonto.+