Marko 9:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane bakholwayo, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile waza okunene waphoswa elwandle.+
42 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane bakholwayo, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile waza okunene waphoswa elwandle.+