IMizekeliso 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwasekuhlekeni intliziyo inokuba buhlungu;+ kodwa nokuphela kwayo imihlali kuba yintlungu.+ Mateyu 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 kwaye aluka isithsaba sameva aza asibeka phezu kwentloko yakhe nengcongolo kwisandla sakhe sasekunene. Aguqa phambi kwakhe, ahlekisa+ ngaye, esithi: “Bhota, Kumkani wamaYuda!”+
29 kwaye aluka isithsaba sameva aza asibeka phezu kwentloko yakhe nengcongolo kwisandla sakhe sasekunene. Aguqa phambi kwakhe, ahlekisa+ ngaye, esithi: “Bhota, Kumkani wamaYuda!”+