ABagwebi 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 (Kwathi kanti, indlu izele ngamadoda nabafazi neenkosi ezimanyeneyo zamaFilisti zazilapho zonke;+ yaye phezu kophahla kwakukho malunga namawaka amathathu amadoda nabafazi ababekhangele ngoxa uSamson wayebonwabisa.)+ Yobhi 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaba asiyontlekele kumenzi wobubi,+Nelishwa kwabo baqhelisela okwenzakalisayo?
27 (Kwathi kanti, indlu izele ngamadoda nabafazi neenkosi ezimanyeneyo zamaFilisti zazilapho zonke;+ yaye phezu kophahla kwakukho malunga namawaka amathathu amadoda nabafazi ababekhangele ngoxa uSamson wayebonwabisa.)+