1 Kumkani 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, uYehoshafati wahlabela mgama wathi kukumkani wakwaSirayeli: “Khawuncede,+ ubuzise kuqala ngelizwi likaYehova.”
5 Noko ke, uYehoshafati wahlabela mgama wathi kukumkani wakwaSirayeli: “Khawuncede,+ ubuzise kuqala ngelizwi likaYehova.”