Yoshuwa 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngasemzantsi lonke ilizwe lamaKanan; neMeyara, yamaSidon,+ ukuya kufikelela eAfeki, ukuya kufikelela kumda wama-Amori; Yoshuwa 19:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 nase-Ebron naseRehobhi naseHamon naseKana nokuya kufikelela kwiSidon enkulu.+ ABagwebi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+ ABagwebi 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nakumaSidon+ nama-Amaleki+ nakumaMidiyan,+ xa ayenicinezela+ naza nina nadanduluka kum, endathi ndanisindisa esandleni sawo?
4 Ngasemzantsi lonke ilizwe lamaKanan; neMeyara, yamaSidon,+ ukuya kufikelela eAfeki, ukuya kufikelela kumda wama-Amori;
3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+
12 nakumaSidon+ nama-Amaleki+ nakumaMidiyan,+ xa ayenicinezela+ naza nina nadanduluka kum, endathi ndanisindisa esandleni sawo?