1 Samuweli 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko aqokelelana ndawonye eMizpa, akha amanzi aza awaphalaza phambi koYehova azila nokutya ngaloo mini.+ Yaye athi apho: “Sonile kuYehova.”+ Waza uSamuweli waba ngumgwebi+ woonyana bakaSirayeli eMizpa.
6 Ngoko aqokelelana ndawonye eMizpa, akha amanzi aza awaphalaza phambi koYehova azila nokutya ngaloo mini.+ Yaye athi apho: “Sonile kuYehova.”+ Waza uSamuweli waba ngumgwebi+ woonyana bakaSirayeli eMizpa.