Duteronomi 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo,+ wembonakalo yayo nantoni na+ esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba. ABagwebi 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika.
8 “‘Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo,+ wembonakalo yayo nantoni na+ esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.
4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika.