Rute 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uBhohazi, waya esangweni+ waza wahlala apho. Kwaye nanko, umhlawuleli edlula, lowo uBhohazi wayemkhankanyile.+ Waza wathi: “Khawujike, uze uhlale phantsi apha, Zibani-bani.” Ngenxa yoko wajika waza wahlala phantsi.
4 Ke yena uBhohazi, waya esangweni+ waza wahlala apho. Kwaye nanko, umhlawuleli edlula, lowo uBhohazi wayemkhankanyile.+ Waza wathi: “Khawujike, uze uhlale phantsi apha, Zibani-bani.” Ngenxa yoko wajika waza wahlala phantsi.