Genesis 29:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke waba neentlobano zokwazana kwanoRakeli yaye wabonisa uthando olungakumbi kuRakeli kunakuLeya,+ waza waqhubeka ekhonza iminyaka esixhenxe engakumbi.+
30 Ngoko ke waba neentlobano zokwazana kwanoRakeli yaye wabonisa uthando olungakumbi kuRakeli kunakuLeya,+ waza waqhubeka ekhonza iminyaka esixhenxe engakumbi.+