Luka 1:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Abamelwane nezalamane zakhe beva ukuba uYehova wayeyenze nkulu inceba yakhe+ kuye, baza bavuyisana+ naye. Roma 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yibani nemihlali kunye nabantu abanemihlali;+ lilani kunye nabantu abalilayo.
58 Abamelwane nezalamane zakhe beva ukuba uYehova wayeyenze nkulu inceba yakhe+ kuye, baza bavuyisana+ naye.