Rute 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye igama lendoda yayinguElimeleki, igama lomfazi wayo inguNahomi, namagama oonyana bayo ababini inguMahalon noKiliyon, amaEfrata+ aseBhetelehem yelakwaYuda. Ekugqibeleni bafika kumhlaba wakwaMowabhi baza baqhubeka belapho.
2 Kwaye igama lendoda yayinguElimeleki, igama lomfazi wayo inguNahomi, namagama oonyana bayo ababini inguMahalon noKiliyon, amaEfrata+ aseBhetelehem yelakwaYuda. Ekugqibeleni bafika kumhlaba wakwaMowabhi baza baqhubeka belapho.